1
Amaculo 86:11
Incwadi Yeziba̔lo Ezingcwele 1864, 1902 (Xhosa Appleyard)
Ndifundise indlela yako, YEHOVA! ndiya kuhamba enyanisweni yako: yenza nye intliziyo yam ukwoyika igama lako.
Thelekisa
Phonononga Amaculo 86:11
2
Amaculo 86:5
Ngokuba wena, NKOSI! ulungile, unokuxolela; unobubele obuninzi kubo bonke ababizela kuwe.
Phonononga Amaculo 86:5
3
Amaculo 86:15
Kodwa wena, NKOSI! UNGUTIXO onenceba nofefe, uqumba kade, unobuninzi bobubele nenyaniso.
Phonononga Amaculo 86:15
4
Amaculo 86:12
Ndobulela kuwe, NKOSI, TIXO wam! ngentliziyo yam yonke; ndiya kudumisa igama lako kude kube ngunapakade.
Phonononga Amaculo 86:12
5
Amaculo 86:7
Ngemini yobunzima bam ndobizela kuwe: ngokuba uya kundipendula.
Phonononga Amaculo 86:7
Ekuqaleni
IBhayibhile
Izicwangciso
Iividiyo