1
Amaculo 89:15
Incwadi Yeziba̔lo Ezingcwele 1864, 1902 (Xhosa Appleyard)
Hai itamsanqa labantu abayaziyo intlokoma yovuyo; bohamba ekukanyeni kwobuso bako, YEHOVA!
Thelekisa
Phonononga Amaculo 89:15
2
Amaculo 89:14
Ubulungisa nobugwebo bungumsekelo weterone yako; kwohamba ububele nenyaniso pambi kwobuso bako.
Phonononga Amaculo 89:14
3
Amaculo 89:1
NDOVUMA ngazo izibele ZIKAYEHOVA kude kube ngunapakade: ngomlomo wam ndiya kwazisa inyaniseko yako kwisizukulwana ngesizukulwana.
Phonononga Amaculo 89:1
4
Amaculo 89:8
YEHOVA, TIXO wemikosi! ngubanina o NGUYEHOVA onamandla njengawe? kanjalo inyaniseko yako iyakungqonga.
Phonononga Amaculo 89:8
Ekuqaleni
IBhayibhile
Izicwangciso
Iividiyo