1
Isityilo sika‐Johane 1:8
Incwadi Yeziba̔lo Ezingcwele 1864, 1902 (Xhosa Appleyard)
Mna ndingu‐Alefa no‐Omega, isiqalo nesipelo, itsho INKOSI e NGUTIXO, ekoyo, ebiko, ezayo, usomandla.
Thelekisa
Phonononga Isityilo sika‐Johane 1:8
2
Isityilo sika‐Johane 1:18
ndingopilileyo, kanti ndibe ndifile; kanjalo, bona ke, ndipilile kude kube ngunapakade kanapakade: Amene: kanjako ndinazo izilotile zehadesi nezokufa.
Phonononga Isityilo sika‐Johane 1:18
3
Isityilo sika‐Johane 1:3
Unetamsanqa lowo uleseshayo, nabo bevayo amazwi esisiprofitesho, bagcine ezonto eziba̔liweyo kuso; ngokuba ixesha likufupi.
Phonononga Isityilo sika‐Johane 1:3
4
Isityilo sika‐Johane 1:17
Ndati kekaloku ndakumbona, ndawa ngasezinyaweni zake ngokungati ndifile. Waza wabeka isandla sake sokunene pezu kwam, esiti kum: Ungoyiki; mna ndingowokuqala nowokugqibela
Phonononga Isityilo sika‐Johane 1:17
5
Isityilo sika‐Johane 1:7
Bona ke, uyeza namafu, aye amehlo onke eya kumbona, nabo abo bamhlabayo; kanjalo zonke izizwe zomhlaba ziya kusenza isijwili ngakuye. Ewe, Amene.
Phonononga Isityilo sika‐Johane 1:7
Ekuqaleni
IBhayibhile
Izicwangciso
Iividiyo