1
Incwadi ka‐Paulusi kuma‐Roma 4:20-21
Incwadi Yeziba̔lo Ezingcwele 1864, 1902 (Xhosa Appleyard)
nedinga LIKATIXO akalitandabuzela ngokungakolwa; koko womelezekayo ekukolweni, enika UTIXO udumo, ekolisile ukukolwa kanjalo ukuba oko akubekele ngedinga unamandla nokukwenza.
Thelekisa
Phonononga Incwadi ka‐Paulusi kuma‐Roma 4:20-21
2
Incwadi ka‐Paulusi kuma‐Roma 4:17
(njengokuba kuba̔liwe ukuti: Ndikwenzile uyise wentlanga ezininzi,) ebusweni balowo TIXO wakolwa kuye, oti abadlise abafileyo ubomi, abize izinto ezingekoyo njengokuba ziko
Phonononga Incwadi ka‐Paulusi kuma‐Roma 4:17
3
Incwadi ka‐Paulusi kuma‐Roma 4:25
owanikelwa ngenxa yeziposo zetu, waza wavuswa ngenxa yokugwetyelwa kwetu.
Phonononga Incwadi ka‐Paulusi kuma‐Roma 4:25
4
Incwadi ka‐Paulusi kuma‐Roma 4:18
owati lakugqita itemba wakolwa ngetemba, ukuba abe nguyise wentlanga ezininzi, njengoko kube kutshiwo: Yoba njalo inzalo yako.
Phonononga Incwadi ka‐Paulusi kuma‐Roma 4:18
5
Incwadi ka‐Paulusi kuma‐Roma 4:16
Ngenxa yoku ilifa lelaselukolweni, ukuba libe ngofefe; ukuze idinga libe liqinisekile kuyo yonke inzalo, kungabi kuleyo yasemtetweni yodwa, kube nakuleyo yaselukolweni luka‐Abrahame; ongubawo wetu sonke
Phonononga Incwadi ka‐Paulusi kuma‐Roma 4:16
6
Incwadi ka‐Paulusi kuma‐Roma 4:7-8
esiti: Banetamsanqa abazigqito zixolelweyo, nabazono ziselelweyo; unetamsanqa umntu UYEHOVA angabaleli kuye isono.
Phonononga Incwadi ka‐Paulusi kuma‐Roma 4:7-8
7
Incwadi ka‐Paulusi kuma‐Roma 4:3
ngokuba isiba̔lo sisiti nina? u‐Abrahame wakolwa NGUTIXO, kwaza kwambalelwa kube kukulunga.
Phonononga Incwadi ka‐Paulusi kuma‐Roma 4:3
Ekuqaleni
IBhayibhile
Izicwangciso
Iividiyo