1
KwabaseKorinte 1 KwabaseKorinte 1 – 1:27
Contemporary Xhosa Bible 2024
Kodwa uThixo usuke wanyula izinto ezibubudenge zehlabathi, ukuze ngokwenjenjalo adanise izilumko; Kananjalo uThixo usuke wanyula izinto ezibonakala ngathi azinamandla ehlabathini, ukuze azidanise izinto ezinamandla
Thelekisa
Phonononga KwabaseKorinte 1 KwabaseKorinte 1 – 1:27
2
KwabaseKorinte 1 KwabaseKorinte 1 – 1:18
Kaloku ilizwi lomnqamlezo libubudenge okunene kwabatshabalalayo; ke kuthi, thina basindiswayo, lingamandla kaThixo.
Phonononga KwabaseKorinte 1 KwabaseKorinte 1 – 1:18
3
KwabaseKorinte 1 KwabaseKorinte 1 – 1:25
Kaloku into kaThixo ebubudenge inobulumko kunabantu; nento kaThixo engenamandla yomelele kunabantu.
Phonononga KwabaseKorinte 1 KwabaseKorinte 1 – 1:25
4
KwabaseKorinte 1 KwabaseKorinte 1 – 1:9
Uthembekile uThixo, enabizelwa nguye ebudlelaneni boNyana wakhe, uYesu Kristu iNkosi yethu.
Phonononga KwabaseKorinte 1 KwabaseKorinte 1 – 1:9
5
KwabaseKorinte 1 KwabaseKorinte 1 – 1:10
Ke kaloku, ndiyaniyala, bazalwana, ngalo igama leNkosi yethu, uYesu Kristu, ukuba nithethe nto-nye nonke, nokuba kungabikho zahlukahlukano kuni; ke nibe ngabalungisiweyo, nigqibelele ngqiqweni-nye, nasicamangweni sinye.
Phonononga KwabaseKorinte 1 KwabaseKorinte 1 – 1:10
6
KwabaseKorinte 1 KwabaseKorinte 1 – 1:20
Siphi na ke isilumko? uphi na umbhali? Uphi na umcalula-ndaba weli hlabathi? uThixo akabenzanga baba bubudenge na ubulumko beli hlabathi?
Phonononga KwabaseKorinte 1 KwabaseKorinte 1 – 1:20
Ekuqaleni
IBhayibhile
Izicwangciso
Iividiyo