1
KwabaseKorinte 2 KwabaseKorinte 2 – 3:17
Contemporary Xhosa Bible 2024
iNkosi ke inguye uMoya; apho ke akhoyo uMoya weNkosi, kubakho inkululeko.
Thelekisa
Phonononga KwabaseKorinte 2 KwabaseKorinte 2 – 3:17
2
KwabaseKorinte 2 KwabaseKorinte 2 – 3:18
Ke thina sonke, sinobuso nje obubhenqwe isigqubuthelo, sibukhangela njengokwasesipilini ubuqaqawuli beNkosi, senziwa similise okwaloo mfanekiselo, sivela ebuqaqawulini sisinge ebuqaqawulini, kwanjengokuvela eNkosini enguMoya.
Phonononga KwabaseKorinte 2 KwabaseKorinte 2 – 3:18
3
KwabaseKorinte 2 KwabaseKorinte 2 – 3:16
Ke xenikweni ithe ke yona yabuyela eNkosini sosuswa kuphele isigqubuthelo eso.
Phonononga KwabaseKorinte 2 KwabaseKorinte 2 – 3:16
4
KwabaseKorinte 2 KwabaseKorinte 2 – 3:5-6
Kungekuko ukuba silingene ngokwethu ukucamanga nto engathi iphuma kuthi ngokwethu; ukukulingana kwethu oko kuphuma kuThixo; osenze nokusenza sakulingana ukuba ngabalungiseleli bomnqophiso omtsha; asingowombhalo lo, singawomoya; kuba ubhalo luyabulala, umoya ke udlisa ubomi.
Phonononga KwabaseKorinte 2 KwabaseKorinte 2 – 3:5-6
Ekuqaleni
IBhayibhile
Izicwangciso
Iividiyo