1
oOKumkani 2 OOKumkani 2-19:19
Contemporary Xhosa Bible 2024
CXB24
Ke kaloku, Yehova Thixo wethu, sihlangule esandleni sakhe, zazi zonke izikumkani zehlabathi, ukuba wena umnye, Yehova Thixo.
Thelekisa
Phonononga oOKumkani 2 OOKumkani 2-19:19
2
oOKumkani 2 OOKumkani 2-19:15
Wathandaza uHezekiya phambi koYehova, wathi, Yehova, Thixo kaSirayeli, uhleli phezu kweekerubhi, unguye wena wedwa uthixo kwizikumkani zonke zehlabathi; Wenza izulu nehlabathi.
Phonononga oOKumkani 2 OOKumkani 2-19:15