1
iZenzo iZenzo 3:19
Contemporary Xhosa Bible 2024
Guqukani ke ngoko, nijike, ukuze zicinywe izono zenu
Thelekisa
Phonononga iZenzo iZenzo 3:19
2
iZenzo iZenzo 3:6
Uthe ke uPetros, Isilivere negolide andinayo; kodwa endinako ndikunika kona: Egameni likaYesu Kristu umNazarete, vuka uhambe.
Phonononga iZenzo iZenzo 3:6
3
iZenzo iZenzo 3:7-8
Wayibamba ngesandla sokunene, wayiphakamisa; zomelezeka kwaoko iinyawo zayo namaqatha ayo. Yesuka umtsi, yema, yahambahamba, yangena nabo etempileni, ihambahamba itsiba, imdumisa uThixo.
Phonononga iZenzo iZenzo 3:7-8
4
iZenzo iZenzo 3:16
Nangenxa yokukholwa kwigama layo, lo nimbonayo, nimaziyo, limomelezile igama layo; lwathi ukholo olungayo lwamnika oku kuphila kupheleleyo phambi kwenu nonke.
Phonononga iZenzo iZenzo 3:16
Ekuqaleni
IBhayibhile
Izicwangciso
Iividiyo