1
uAmosi uAmosi 5:24
Contemporary Xhosa Bible 2024
Makugaleleke umgwebo njengamanzi, nobulungisa njengomlambo oqukuqelayo
Thelekisa
Phonononga uAmosi uAmosi 5:24
2
uAmosi uAmosi 5:14
Funani okulungileyo, ningafuni okubi, ukuze niphile; aze uYehova, uThixo wemikhosi, abe nani, njengoko nitshoyo.
Phonononga uAmosi uAmosi 5:14
3
uAmosi uAmosi 5:15
Thiyani okubi, thandani okulungileyo, gcinani ubulungisa esangweni; mhlawumbi uYehova, uThixo wemikhosi, woba nemfesane kumasalela kaYosefu.
Phonononga uAmosi uAmosi 5:15
4
uAmosi uAmosi 5:4
Ngokuba wathi uYehova kwindlu kaSirayeli, Quqelani kum, niphile
Phonononga uAmosi uAmosi 5:4
Ekuqaleni
IBhayibhile
Izicwangciso
Iividiyo