1
iEksodus iEksodus 40:38
Contemporary Xhosa Bible 2024
CXB24
Kuba ilifu likaYehova laliba phezu komnquba emini, umlilo ube phezu kwawo ebusuku phambi kwamehlo ayo yonke indlu kaSirayeli kulo lonke uhambo lwabo.
Thelekisa
Phonononga iEksodus iEksodus 40:38
2
iEksodus iEksodus 40:34-35
Ilifu layigubungela intente yokuhlangana, ubuqaqawuli bukaYehova bawuzalisa umnquba. uMoses akaba nakungena ententeni yokuhlangana, ngokuba ilifu lahlala phezu kwayo, nobuqaqawuli bukaYehova bazala ententeni leyo.
Phonononga iEksodus iEksodus 40:34-35