1
iGenesis iGenesis 42:21
Contemporary Xhosa Bible 2024
Bathetha omnye komnye besithi, Inene, sinetyala ngenxa yomninawa wethu, ngokuba sakubona ukubandezeleka komphefumlo wakhe, oko abetarhuzisa kuthi, asamphulaphula; ke ngoko, le mbandezelo ifikile kuthi.
Thelekisa
Phonononga iGenesis iGenesis 42:21
2
iGenesis iGenesis 42:6
uYosefu wayengurhuluneli welizwe elo; wayethengisa ngengqolowa kubo bonke abantu belo zwe; beza abakhuluwa bakaYosefu, baqubuda kuye.
Phonononga iGenesis iGenesis 42:6
3
iGenesis iGenesis 42:7
uYosefu wababona abakhuluwa bakhe, wabazi, wazenza wasemzini kubo, wathetha nabo kalukhuni; wathi kubo, Nivela phi na? Bathi, Sivela ezweni lakwaKanan, size kuthenga ukudla
Phonononga iGenesis iGenesis 42:7
Ekuqaleni
IBhayibhile
Izicwangciso
Iividiyo