Uphawu lweYouVersion
IBhayibhileIzicwangcisoIividiyo
Fumana i-app
Isikhethi Solwimi
Khetha Uphawu

Iivesi zeBhayibhile ezithandwayo ezisuka KumaHebhere KumaHebhere 9

1

KumaHebhere KumaHebhere 9:28

Contemporary Xhosa Bible 2024

ngokunjalo uKristu, esondezwe kwaba kanye, ukuba asithwale asisuse isono sabaninzi; uya kuthi okwesibini, ngaphandle kwesono, abonakale kwabo bamlindileyo, ezisa usindiso.

Thelekisa

Phonononga KumaHebhere KumaHebhere 9:28

2

KumaHebhere KumaHebhere 9:14

Contemporary Xhosa Bible 2024

Lobeka phi na ukugqithisela lona igazi likaKristu, owazisondeza ngoMoya ongunaphakade, engenasiphako, kuye uThixo, ukusihlambulula isazela senu emisebenzini efileyo, ukuze nikhonze uThixo ophilileyo?

Thelekisa

Phonononga KumaHebhere KumaHebhere 9:14

3

KumaHebhere KumaHebhere 9:27

Contemporary Xhosa Bible 2024

Kwanjengokuba ke abantu bamiselwe ukuba bafe kube kanye, ize ke emveni koko ibe ngumgwebo

Thelekisa

Phonononga KumaHebhere KumaHebhere 9:27

4

KumaHebhere KumaHebhere 9:22

Contemporary Xhosa Bible 2024

Kananjalo ngokomthetho ndingade ndithi, zonke izinto ziphantse ukuba zihlanjululwe ngegazi; ngaphandle kokuphalala kwegazi akukho kuxolelwa.

Thelekisa

Phonononga KumaHebhere KumaHebhere 9:22

5

KumaHebhere KumaHebhere 9:15

Contemporary Xhosa Bible 2024

Ngoko ke ungumlamleli womnqophiso omtsha, ukuze bathi abo babiziweyo (kwakubon’, ukuba kubekho ukufa okuhlawulela izigqitho, ezibe ziphantsi kwawo umnqophiso wokuqala), balamkele idinga lelifa elingunaphakade.

Thelekisa

Phonononga KumaHebhere KumaHebhere 9:15

Isahluko esidlulileyo
Isahluko Esilandelayo
I-YouVersion

Inkuthazo nomceli mngeni wokufuna usondelelwano noThixo, yonke imihla.

Inkonzo

Malunga

Imisebenzi

Volontiya

Ibhlogi

Cinezela

Amakhonco aluncedo

Uncedo

Nikela

Iinguqulelo zeBhayibhile

IiBhayibhile ezirekhodiweyo

Iilwimi zeBhayibhile

Ivesi yoLusuku


Inkonzo edijithali ka

Life.Church
English (US)

©2025 Life.Church / YouVersion

Umgaqo-Nkqubo WezabucalaImigaqo
Isibhengezo zokubasemngciphekweni
uFacebookTwitterInstagramYouTubePinterest

Ekuqaleni

IBhayibhile

Izicwangciso

Iividiyo