1
uIsaya uIsaya 65:24
Contemporary Xhosa Bible 2024
Kuya kuthi bengekabizi, ndisabele; bathi besathetha, ndive.
Thelekisa
Phonononga uIsaya uIsaya 65:24
2
uIsaya uIsaya 65:17
Ngokuba, niyabona, ndidala amazulu amatsha nehlabathi elitsha; angakhunjulwa awokuqala, angenyuki athi qatha entliziyweni.
Phonononga uIsaya uIsaya 65:17
3
uIsaya uIsaya 65:23
Abayi kukukhonza ilize, abayi kuzalela ukhwankqiso; kuba bayinzala yabasikelelweyo bakaYehova, nenzala yabo iya kuba kubo.
Phonononga uIsaya uIsaya 65:23
4
uIsaya uIsaya 65:22
Abayi kwakha bakha bambi; abayi kutyala mntu wumbi, badle kuwo; kuba iya kuba njengemihla yomthi imihla yabantu bam, badle into esetyenzwe zizandla zabo abanyulwa bam.
Phonononga uIsaya uIsaya 65:22
5
uIsaya uIsaya 65:20
Akuyi kuba savela usana, nexhego elingayigqibanga imihla yalo; ngokuba inkwenkwe iya kufa ikwiminyaka elikhulu; ke yena umoni iminyaka elikhulu uya kuqalekiswa.
Phonononga uIsaya uIsaya 65:20
6
uIsaya uIsaya 65:25
Kuya kudla ndawonye ingcuka nemvana, ingonyama idle utyani njengenkomo, nothuli lube kukudla kwenyoka; Aziyi kwenzakalisa okanye zonakalise yonke intaba yam engcwele, utsho uYehova.
Phonononga uIsaya uIsaya 65:25
7
uIsaya uIsaya 65:19
Ndiya kugcoba ngeYerusalem, ndigcobe ngenxa yabantu bam
Phonononga uIsaya uIsaya 65:19
Ekuqaleni
IBhayibhile
Izicwangciso
Iividiyo