1
EkaJakobi EkaJakobi 1:2-3
Contemporary Xhosa Bible 2024
Kugqaleni kuluvuyo olukhulu, bazalwana bam, xa niwela kwizilingo ngezilingo; nisazi nje ukuba ucikido lokholo lwenu lusebenza umonde.
Thelekisa
Phonononga EkaJakobi EkaJakobi 1:2-3
2
EkaJakobi EkaJakobi 1:5
Ukuba ubani kuni uswele ubulumko, makacele kuThixo, onika bonke engenakumbi, engangcikivi; kwaye uya kuyinikwa.
Phonononga EkaJakobi EkaJakobi 1:5
3
EkaJakobi EkaJakobi 1:19
Ngoko ke, bazalwana bam baziintanda, makathi umntu wonke enze msinya ukuva, enze kade ukuthetha, enze kade ukuqumba
Phonononga EkaJakobi EkaJakobi 1:19
4
EkaJakobi EkaJakobi 1:4
Umonde ke mawube nomsebenzi ozalisekileyo, ukuze nibe ngabazalisekileyo, abagqibeleleyo, ningaswele nto.
Phonononga EkaJakobi EkaJakobi 1:4
5
EkaJakobi EkaJakobi 1:22
Yibani ke ngabenzi belizwi, ningabi ngabaphulaphuli kodwa, nizikhohlisa.
Phonononga EkaJakobi EkaJakobi 1:22
6
EkaJakobi EkaJakobi 1:12
Inoyolo indoda ekunyamezelayo ukulingwa; ngokuba yothi, yakuba icikidekile, isamkele isithsaba sobomi, ebabeke ngedinga iNkosi abo bayithandayo.
Phonononga EkaJakobi EkaJakobi 1:12
7
EkaJakobi EkaJakobi 1:17
Sonke isipho esilungileyo, naso sonke isipho esigqibeleleyo, sesaphezulu; sihla sivela kuye uYise wezikhanyiso, ongenabuyambo nasithunzi sakujika.
Phonononga EkaJakobi EkaJakobi 1:17
8
EkaJakobi EkaJakobi 1:23-24
Kuba umntu, ukuba ungumphulaphuli nje welizwi, engemenzi walo, lowo ufana nendoda eqiqa ubuso bayo bobuntu esipilini; kuba iyaziqiqa, imke, ilibale kwaoko ukuba ibinjani na.
Phonononga EkaJakobi EkaJakobi 1:23-24
9
EkaJakobi EkaJakobi 1:27
Unqulo lona oluhlambulukileyo, olu ngadyobhekileyo phambi koThixo uBawo, lulo olu: kukuvelela iinkedama nabahlolokazi embandezelweni, yabo: kukuzigcina engenabala kulo ihlabathi.
Phonononga EkaJakobi EkaJakobi 1:27
10
EkaJakobi EkaJakobi 1:13-14
Makungabikho namnye utshoyo akuhendwa ukuthi, Ndihendwa kwaThixo; Elowo ke uhendwa akutsalwa, abanjiswe, yeyakhe inkanuko.
Phonononga EkaJakobi EkaJakobi 1:13-14
11
EkaJakobi EkaJakobi 1:9
Ke umzalwana othobekileyo makaqhayise ngako ukuphakama kwakhe
Phonononga EkaJakobi EkaJakobi 1:9
Ekuqaleni
IBhayibhile
Izicwangciso
Iividiyo