1
uYeremiya uYeremiya 16:21
Contemporary Xhosa Bible 2024
Ngako oko, yabonani, ndiya kubazisa, ndibazise isandla sam namandla am; zazi ukuba igama lam linguYehova.
Thelekisa
Phonononga uYeremiya uYeremiya 16:21
2
uYeremiya uYeremiya 16:19
Yehova, mandla am, nqaba yam, ndawo yokusabela kwam ngomhla weshwangusha, ziya kuza kuwe iintlanga, zivela eziphelweni zehlabathi, zisithi, Oobawo badla ilifa lobuxoki, nenkohlakalo, nento engento.
Phonononga uYeremiya uYeremiya 16:19
3
uYeremiya uYeremiya 16:20
Umntu uya kuzenzela oothixo yini na, ongenguye oothixo?
Phonononga uYeremiya uYeremiya 16:20
Home
Bible
Plans
Videos