1
iLevitikus iLevitikus 20:13
Contemporary Xhosa Bible 2024
Indoda esukuba iyilala indoda njengokuba kulalwa umfazi, abo benze amasikizi bobabini; mababulawe okunene; amagazi abo abe phezu kwabo.
Thelekisa
Phonononga iLevitikus iLevitikus 20:13
2
iLevitikus iLevitikus 20:7
Zingcwaliseni nibe ngcwele, ngokuba ndinguYehova uThixo wenu.
Phonononga iLevitikus iLevitikus 20:7
3
iLevitikus iLevitikus 20:26
Niya kuba ngcwele kum, ngokuba mna, Yehova, ndingcwele, ndanahlula kwezinye iintlanga, ukuze nibe ngabam.
Phonononga iLevitikus iLevitikus 20:26
4
iLevitikus iLevitikus 20:8
Gcinani imithetho yam, niyenze: ndinguYehova oningcwalisayo.
Phonononga iLevitikus iLevitikus 20:8
Home
Bible
Plans
Videos