1
uMateyu uMateyu 13:23
Contemporary Xhosa Bible 2024
Lowo ke uhlwayelwe kuwo umhlaba omhle, ngulo ulivayo ilizwi aliqonde; luxakatha isiqhamo, omnye lixakathe ikhulu, omnye amashumi amathandathu, nomnye amashumi amathathu.
Thelekisa
Phonononga uMateyu uMateyu 13:23
2
uMateyu uMateyu 13:22
Lowo uhlwayelwe emithaneni enameva, ngulo ulivayo ilizwi; Lithe ke ixhala leli phakade, nokulukuhla kobutyebi, kuliminxe ilizwi, lisuke lingabi nasiqhamo.
Phonononga uMateyu uMateyu 13:22
3
uMateyu uMateyu 13:19
akubon’ ukuba ubani uyaliva ilizwi lobukumkani, engaliqondi, uyafika ongendawo, akuhluthe okuhlwayelwe entliziyweni yakhe; Nguye lo owahlwayelwa ngasendleleni
Phonononga uMateyu uMateyu 13:19
4
uMateyu uMateyu 13:20-21
Lowo ke uhlwayelwe ezindaweni ezilulwalwa, ngulo ulivayo ilizwi, alamkele kwaoko ngovuyo; abe ke engenangcambu ngaphakathi kwakhe, eme umzuzwana kodwa; uthi ke kwakuhla imbandezelo nokuba yintshutshiso ngenxa yelizwi, akhutyekiswe kwaoko.
Phonononga uMateyu uMateyu 13:20-21
5
uMateyu uMateyu 13:44
Kanjalo ubukumkani bamazulu bufana nobutyebi obufihlwe entsimini, athe umntu wabufihla; athi ke umntu akuyifumana, ayifihle, aze ngenxa yovuyo lwakhe aye athengise ngeento zonke anazo, ayithenge loo ntsimi.
Phonononga uMateyu uMateyu 13:44
6
uMateyu uMateyu 13:8
Enye yawa kuwo wona umhlaba olungileyo, yavelisa isiqhamo, enye ikhulu, enye amashumi amathandathu, nenye amashumi amathathu.
Phonononga uMateyu uMateyu 13:8
7
uMateyu uMateyu 13:30
Yekani kukhule ndawonye kokubini, kude kube sekuvuneni; ngexa ke lokuvuna ndothi kubavuni, Buthani kuqala umdiza, niwubophe ube zizithungu, utshiswe, kodwa yona ingqolowa yihlanganiseleni kuvimba wam.
Phonononga uMateyu uMateyu 13:30
Ekuqaleni
IBhayibhile
Izicwangciso
Iividiyo