1
uMateyu uMateyu 21:22
Contemporary Xhosa Bible 2024
Neento zonke enithe nazicela ekuthandazeni nikholwa, nozamkela.
Thelekisa
Phonononga uMateyu uMateyu 21:22
2
uMateyu uMateyu 21:21
Waphendula uYesu wathi kubo, Inene, ndithi kuni, Ukuba nithe nanokholo, anathandabuza, anisayi kwenza le nto yomkhiwane yodwa; nothi kule ntaba, Thabatheka; uphoseke elwandle; iya kwenziwa.
Phonononga uMateyu uMateyu 21:21
3
uMateyu uMateyu 21:9
Zaye ke izihlwele, ebezihamba ngaphambili, nebezilandela, zidanduluka, zisithi, Hosana kuye unyana kaDavide! Makabongwe lowo uzayo egameni leNkosi; Hosana enyangweni.
Phonononga uMateyu uMateyu 21:9
4
uMateyu uMateyu 21:13
Wathi kubo, Kubhaliwe kwathiwa, Indlu yam iya kubizwa ngokuba yindlu yokuthandaza; Ke nina niyenze umqolomba wezihange.
Phonononga uMateyu uMateyu 21:13
5
uMateyu uMateyu 21:5
Yithini kwintombi uZiyon, Yabona, uKumkani wakho uza kuwe, Elulamile, ekhwele e-esileni, nethole le-esile.
Phonononga uMateyu uMateyu 21:5
6
uMateyu uMateyu 21:42
Athi kubo uYesu, Anizanga nikulese na ezibhalweni ukuthi, Ilitye abalicekisayo abakhi, Lelona laba yintloko yembombo; yenziwe yiNkosi le
Phonononga uMateyu uMateyu 21:42
7
uMateyu uMateyu 21:43
Kungoko ndithi kuni, Ubukumkani bukaThixo buya kususwa kuni, bunikwe uhlanga oluzivelisayo iziqhamo zabo.
Phonononga uMateyu uMateyu 21:43
Ekuqaleni
IBhayibhile
Izicwangciso
Iividiyo