1
Iindumiso Iindumiso 49:20
Contemporary Xhosa Bible 2024
Umntu obekekileyo, ongaqondiyo, ufana nezilwanyana ezitshabalalayo.
Thelekisa
Phonononga Iindumiso Iindumiso 49:20
2
Iindumiso Iindumiso 49:15
Kodwa uThixo uya kuwuhlangula umphefumlo wam emandleni eHadesi, ngenxa yokuba uya kundamkela. Sela.
Phonononga Iindumiso Iindumiso 49:15
3
Iindumiso Iindumiso 49:16-17
Musani ukoyika ukuba umntu uthe waba sisityebi, yande indlu yakhe; Kuba xa ithe yafa, ayisayi kuthabatha nto; abuyi kuhla emva kwakhe uzuko lwakhe.
Phonononga Iindumiso Iindumiso 49:16-17
Ekuqaleni
IBhayibhile
Izicwangciso
Iividiyo