1
Iindumiso Iindumiso 95:6-7
Contemporary Xhosa Bible 2024
Yizani, masiqubude, sithobe; masiguqe phambi koYehova, uMdali wethu. Ngokuba nguThixo wethu yena; yaye thina singabantu bedlelo lakhe nezimvu zesandla sakhe. Namhlanje ukuba ufuna ukuva ilizwi lakhe
Thelekisa
Phonononga Iindumiso Iindumiso 95:6-7
2
Iindumiso Iindumiso 95:1-2
Yizani simdumise uYehova, sigcobe eweni losindiso lwethu. Masize phambi kobuso bakhe sinombulelo, simdumise ngeendumiso.
Phonononga Iindumiso Iindumiso 95:1-2
3
Iindumiso Iindumiso 95:3
Ngokuba uYehova nguThixo omkhulu, yiNkosi enkulu ngaphezu koothixo bonke.
Phonononga Iindumiso Iindumiso 95:3
4
Iindumiso Iindumiso 95:4
Ubunzulu bomhlaba busesandleni sakhe; namandla eentaba ngawakhe.
Phonononga Iindumiso Iindumiso 95:4
Ekuqaleni
IBhayibhile
Izicwangciso
Iividiyo