1
KwabaseRoma KwabaseRoma 15:13
Contemporary Xhosa Bible 2024
Wanga ke uThixo wethemba angcwalise ngalo lonke uvuyo noxolo ekukholweni, ukuze niphuphume ithemba ngamandla oMoya oyiNgcwele.
Thelekisa
Phonononga KwabaseRoma KwabaseRoma 15:13
2
KwabaseRoma KwabaseRoma 15:4
Kuba zonke izinto ezabhalwayo ngenxa engaphambili, zaye zibhalelwa okwethu ukufundiswa, ukuze sithi ngalo unyamezelo novuselelo lwezibhalo sibe nalo ithemba.
Phonononga KwabaseRoma KwabaseRoma 15:4
3
KwabaseRoma KwabaseRoma 15:5-6
Wanga ke uThixo wonyamezelo novuselelo anganinika ukucinga nto-nye phakathi kwenu, ngokukaKristu Yesu; ukuze nithi, nimxhelo mnye, engamlomo mnye uThixo, uYise weNkosi yethu uYesu Kristu.
Phonononga KwabaseRoma KwabaseRoma 15:5-6
4
KwabaseRoma KwabaseRoma 15:7
Kungoko ndithi, Yamkelanani, njengokuba naye uKristu wasamkelayo, ukuba kuzukiswe uThixo.
Phonononga KwabaseRoma KwabaseRoma 15:7
5
KwabaseRoma KwabaseRoma 15:2
Masithi sonke ngabanye simkholise ummelwane kokulungileyo ukuze akheke.
Phonononga KwabaseRoma KwabaseRoma 15:2
Ekuqaleni
IBhayibhile
Izicwangciso
Iividiyo