USAMUWELI I 20:42
USAMUWELI I 20:42 XHO75
Wathi uYonatan kuDavide, Hamba unoxolo; makumeesikufungele igama likaYehova thina sobabini, sisithi, UYehova makabe phakathi kwam nawe, naphakathi kwembewu yam nembewu yakho, kude kuse ephakadeni. Wesuka ke wahamba. Ke uYonatan waya ekhaya.

