OOKUMKANI II 6:18
OOKUMKANI II 6:18 XHO75
Behla baya kuye, wathandaza uElisha kuYehova, wathi, Khawulubethe olu hlanga ngobumfama. Wababetha ke ngobumfama, ngokwelizwi likaElisha.