Uphawu lwe App yeBhayibhile
Khetha Uphawu

OOKUMKANI II 7:2

OOKUMKANI II 7:2 XHO75

Wamphendula umfo wakwaThixo umphathi-mkhosi, abesayama esandleni sakhe ukumkani, wathi, Yabona, khona ukuba uYehova wenzé iifestile ezulwini, ingabakho na loo nto? Wathi yena, Khangela, ùya kuyibona loo nto ngamehlo akho, ungadli kuyo.