IMIZEKELISO 11:13

IMIZEKELISO 11:13 XHO75

Ohamba ehleba uhlakaza ucweyo; Ke yena omoya unyanisileyo uyayigubungela into.