Mna ndinqula wena, ngokuba undiphendula, Thixo; Ndíthobele indlebe yakho, kúve ukuthetha kwam. Zibalule iinceba zakho, wena wabasindisayo abazímela ngawe, Ngesandla sakho sokunene, ngenxa yabasukela phezulu kubo.
Funda IINDUMISO 17
Share
Compare All Versions: IINDUMISO 17:6-7
Gcina iivesi, funda ngaphandle kwe intanethi, bukela iividiyo zokufundisa, kunye nokunye!
Home
Bible
Plans
Videos