Ndidanduluka kuYehova ngezwi lam, Andiphendule entabeni yakhe engcwele. (Phakamisani.) Ndalala phantsi, ndalala ubuthongo; Ndavuka, ngokuba uYehova endixhasa.
Funda IINDUMISO 3
Yabelana
Thelekisa Zonke Iinguqulelo: IINDUMISO 3:4-5
Gcina iivesi, funda ngaphandle kwe intanethi, bukela iividiyo zokufundisa, kunye nokunye!
Ekuqaleni
IBhayibhile
Izicwangciso
Iividiyo