IINDUMISO 78:21

IINDUMISO 78:21 XHO75

Weva ke uThixo, waphuphuma umsindo wakhe, Watsha umlilo kwaYakobi, Kwenyuka kwaya umsindo kwaSirayeli;