1 KAYOHANE 3:1

1 KAYOHANE 3:1 XHO96

Hayi ubukhulu bothando lukaThixo uYise kuthi! Uthando lwakhe lukhulu kangangokuba ude athi uThixo singabantwana bakhe. Kambe ke singabo ngenene. Yiyo loo nto lingasiqondi nje ihlabathi; noThixo kaloku alimazi.

IziCwangciso zokuFunda zasimahla kunye nokuzinikela okunxulumene ne 1 KAYOHANE 3:1