Uphawu lweYouVersion
Khetha Uphawu

1 YOOKUMKANI 18:43

1 YOOKUMKANI 18:43 XHO96

UEliya wathumela ihlakani lakhe, wathi: “Khawuhambe ukhangele ngaselwandle ukuba awuboni nto na.” Laya ke lajonga, labuya lisithi: “Hayi, akubonakali nto.” Ke uEliya lo walithuma kwada kwasixhenxe, emana esithi: “Khawuphume ujonge.”