Ngoko ke uElisha wamshiya wagoduka. Wathatha iinkabi ezimbini, wazixhela, wayipheka inyama yazo, ebase ngedyokhwe yazo, inyama leyo wayinika abantu, bayitya. Ke yena wemka walandela uEliya, waba lihlakani lakhe.
Funda 1 YOOKUMKANI 19
Share
Compare All Versions: 1 YOOKUMKANI 19:21
Gcina iivesi, funda ngaphandle kwe intanethi, bukela iividiyo zokufundisa, kunye nokunye!
Home
Bible
Plans
Videos