Uphawu lwe App yeBhayibhile
Khetha Uphawu

2 YOOKUMKANI 18:7

2 YOOKUMKANI 18:7 XHO96

Ngoko ke uNdikhoyo waba ngakuye, wamphumelelisa nakuyiphi na into ayenzayo. Wayivukela ikumkani yaseAsiriya, akavuma ukuyibusa.