Kulunge kanye ukuba uThixo asiphindezelele, abavise iinzingo abo banicinezelayo, aze kuni nina nitsala nzima, nakuthi, enze kube hele, kube chosi. Loo nto woyenza mhla ifika iNkosi yethu uYesu Krestu, ivela emazulwini, ingqongwe zizithunywa zayo ezinamandla
Funda 2 KWABASETESALONIKA 1
Yabelana
Thelekisa Zonke Iinguqulelo: 2 KWABASETESALONIKA 1:6-7
Gcina iivesi, funda ngaphandle kwe intanethi, bukela iividiyo zokufundisa, kunye nokunye!
Ekuqaleni
IBhayibhile
Izicwangciso
Iividiyo