Bonke abakholwayo bahlala bebambene, bedlelana ngezinto abanazo omnye nomnye. Babethengisa ngempahla yabo, babelane ngemali leyo ngokweentswelo zomntu ngamnye.
Funda UMSEBENZI WABATHUNYWA 2
Yabelana
Thelekisa Zonke Iinguqulelo: UMSEBENZI WABATHUNYWA 2:44-45
Gcina iivesi, funda ngaphandle kwe intanethi, bukela iividiyo zokufundisa, kunye nokunye!
Ekuqaleni
IBhayibhile
Izicwangciso
Iividiyo