KWABASEKOLOSE 3:1

KWABASEKOLOSE 3:1 XHO96

Njengoko kaloku navuswa kunye noKrestu, yibani nomdla kwizinto zasezulwini, apho akhoyo uKrestu, ehleli kwiwonga alinikwe nguThixo.