Uphawu lweYouVersion
Khetha Uphawu

UHLAZIYO-MNQOPHISO 28:13

UHLAZIYO-MNQOPHISO 28:13 XHO96

UNdikhoyo uya kukwenza ube yimbalasane phakathi kwezizwe, ungabi semxukuxeleni. Uya kuba soloko unenkqubela, ungaze uwe phantsi, ukuba uyithobele wayenza imiyalelo yakhe endikunika yona namhlanje.