Kaloku apho entlango wanondla *ngemana, ukutya okwakungaziwa, kungazange kutyiwe nangooyihlo-mkhulu. Wanithoba ngokunilinga ngezo meko zinjalo, khon' ukuze ekugqibeleni anithamsanqele ngezinto ezintle!
Funda UHLAZIYO-MNQOPHISO 8
Share
Compare All Versions: UHLAZIYO-MNQOPHISO 8:16
Gcina iivesi, funda ngaphandle kwe intanethi, bukela iividiyo zokufundisa, kunye nokunye!
Home
Bible
Plans
Videos