Ukuzalwa kunexesha lako, nokufa kunexesha lako. Likho ixesha lokutyala, likwakho nexesha lokuncothula. Likho ixesha lokubulala, kanti likho nexesha lokunyanga. Ukuchitha kunexesha lako, nokwakha kunexesha lako.
Funda AMAVA ENGQONDI 3
Yabelana
Thelekisa Zonke Iinguqulelo: AMAVA ENGQONDI 3:2-3
Gcina iivesi, funda ngaphandle kwe intanethi, bukela iividiyo zokufundisa, kunye nokunye!
Ekuqaleni
IBhayibhile
Izicwangciso
Iividiyo