EYEMFUDUKO 13:18

EYEMFUDUKO 13:18 XHO96

Ngoko ke uThixo wawakhokela ngendlela yasentlango esinga kuLwandle oluBomvu. AmaSirayeli ke aphuma eJiputa exhobele imfazwe.