Emva kwexesha elide ukumkani waseJiputa wafa. AmaSirayeli ayesancwina phantsi kwedyokhwe yobukhoboka. Isimbonono sawo, ecela ukukhululwa ebukhobokeni, sada saya kufikelela kuThixo.
Funda EYEMFUDUKO 2
Yabelana
Thelekisa Zonke Iinguqulelo: EYEMFUDUKO 2:23
Gcina iivesi, funda ngaphandle kwe intanethi, bukela iividiyo zokufundisa, kunye nokunye!
Ekuqaleni
IBhayibhile
Izicwangciso
Iividiyo