EYEZIQALO 3:1

EYEZIQALO 3:1 XHO96

Inyoka yayisesona sidalwa sinobuqhetseba kunazo zonke izidalwa *zikaNdikhoyo uThixo. Yambuza umfazi inyoka yathi: “Ngaba kuyinyani na ukuba uThixo uniyalele ukuba ningatyi kuyo yonke imithi ekulo myezo?”

IziCwangciso zokuFunda zasimahla kunye nokuzinikela okunxulumene ne EYEZIQALO 3:1