Nalu udaba olundilisekileyo olumalunga neJiputa: Nank' *uNdikhoyo esiza eJiputa; uza etshebeleza ngelifukazi. *Oothixo abanqulwa apho batsho bankwantya, namaJiputa ngokwawo atsho anengevane.
Funda UISAYA 19
Yabelana
Thelekisa Zonke Iinguqulelo: UISAYA 19:1
Gcina iivesi, funda ngaphandle kwe intanethi, bukela iividiyo zokufundisa, kunye nokunye!
Ekuqaleni
IBhayibhile
Izicwangciso
Iividiyo