UYOBI 17:11-12
UYOBI 17:11-12 XHO96
Imihla yam iphelile, namacebo am achithakele, ngokunjalo neminqweno yam ivuthulukile. Ubusuku bathi yimini; kanti xa kuhlwayo bathi sekuza kusa.