Eyokuqala incwadi ka‐Johane 3:24

Eyokuqala incwadi ka‐Johane 3:24 XHO1902A

Nalowo uyigcinayo imiyalelo yake uyahlala kuye, naye yena uyahlala kuye. Kwa ngako oku siyazi ukuba uyahlala kuti, ngo KWOMOYA asinikileyo.