Uphawu lweYouVersion
Khetha Uphawu

Eyokuqala yokumkani 17:12

Eyokuqala yokumkani 17:12 XHO1902A

Wayesiti: Ehleli nje UYEHOVA, UTIXO wako, akuko kum nasonkana, kuko iqobana lomgubo efatyeni, nentwana yeoli egutyini, kupela! kekaloku bona ke, nditeza inkuni zimbini, ukuba ndiye ndiwulungisele mna nonyana wam, ukuze siwudle, sife nokufa.