Wasuka wemka apo, wamfumana u‐Elisha unyana ka‐Shafate, obepulusha ngezibini zenkabi zilishumi linesibini pambi kwake, waye yena eneseshumi linesibini: waza u‐Elija wamdlula, waposa ingubo yake pezu kwake.
Funda Eyokuqala yokumkani 19
Share
Compare All Versions: Eyokuqala yokumkani 19:19
Gcina iivesi, funda ngaphandle kwe intanethi, bukela iividiyo zokufundisa, kunye nokunye!
Home
Bible
Plans
Videos