Kodwa wahamba yena entlango ihambo yamini nye, weza wahlala ngapantsi kwomti weroteme; waza wazicelela ukuba makafe, wati: Kwanele; kaloku, YEHOVA! susa ubomi bam; ngokuba ndingalungile mna pezu kwobawo bam.
Funda Eyokuqala yokumkani 19
Share
Compare All Versions: Eyokuqala yokumkani 19:4
Gcina iivesi, funda ngaphandle kwe intanethi, bukela iividiyo zokufundisa, kunye nokunye!
Home
Bible
Plans
Videos