Makabongwe UYEHOVA, obanikileyo abantu bake o‐Sirayeli ukupumla, njengoko konke akutetileyo: akutshitshanga nanye indawo kulo lonke ilizwi lake elilungileyo, abeliteta ngesandla sika‐Mosesi isicaka sake.
Funda Eyokuqala yokumkani 8
Share
Compare All Versions: Eyokuqala yokumkani 8:56
Gcina iivesi, funda ngaphandle kwe intanethi, bukela iividiyo zokufundisa, kunye nokunye!
Home
Bible
Plans
Videos