Kulusizi kum ukuba ndimenzile u‐Saule ukumkani; ngokuba ebuyile emva kwam, namazwi am engawafezanga. Waza waqumba u‐Samyali, wakala KUYEHOVA ubusuku bonke.
Funda Eyokuqala ka‐Samyali 15
Share
Compare All Versions: Eyokuqala ka‐Samyali 15:11
Gcina iivesi, funda ngaphandle kwe intanethi, bukela iividiyo zokufundisa, kunye nokunye!
Home
Bible
Plans
Videos