Eyokuqala ka‐Samyali 16:7

Eyokuqala ka‐Samyali 16:7 XHO1902A

Kodwa UYEHOVA wati ku‐Samyali: Ungakangeli ukubonakala kwake, nobupakamo bobude bake, ngokuba ndimlahlile: ngokuba kungenjengokuba kubonwa ngumntu; ngokuba umntu ebona okupambi kwamehlo, kodwa UYEHOVA ebona okusentliziyweni.